Uluka 24:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Besuka bamzama, besithi, Hlala nathi; ngokuba kuza kuhlwa, nemini iseyisangene. Wangena ukuba ahlale nabo.

Uluka 24

Uluka 24:24-31