Uluka 24:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kubo, Zìphi na? Bathi ke bona kuye, EzingoYesu waseNazarete, obeyindoda engumprofeti, enobunkunkqele ekwenzeni nasekuthetheni, phambi koThixo nabo bonke abantu;

Uluka 24

Uluka 24:14-22