Uphendule ke omnye, lo ugama linguKleyopa, wathi kuye, Umhambi eYerusalem apha nguwe wedwa na, ukuba ungàzazi nje izinto ezihle khona ngazo ezi mini?