Uluka 22:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwangokunjalo nayo indebe wayithabatha, kwakukhovwa ukudliwa, esithi, Le ndebe ingumnqophiso omtsha osegazini lam, eliphalalela nina.

Uluka 22

Uluka 22:13-21