Uluka 22:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathabatha isonka, wathi akubulela waqhekeza, wabanika, esithi, Ngumzimba wam lo, onikelwa ngenxa yenu; oku kwenzeleni ukundikhumbula.

Uluka 22

Uluka 22:14-20