Uluka 16:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke uAbraham, Mntwana wam, khumbula ukuba wena wazifincelela ebomini bakho izinto zakho ezilungileyo, noLazaro ngokukwanjalo izinto ezimbi; ngoku ke yena úyathuthuzelwa, wena ke ùyathuthunjelwa.

Uluka 16

Uluka 16:23-29