Uluka 16:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Samemeza sona sathi, Bawo, Abraham, ndénzele inceba, uthume uLazaro, ukuba athi nkxu incam yomnwe wakhe emanzini, aphozise ulwimi lwam; ngokuba ndiyathuthunjelwa kweli langatye.

Uluka 16

Uluka 16:18-26