Uluka 14:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwathi, akuba engene ngesabatha endlwini yomnye wakubaphathi babaFarisi, ukuba adle isonka, bahlala bemlalele bona.

2. Kwabonakala kukho phambi kwakhe mntu uthile unegalimoya.

Uluka 14