Uluka 12:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndithi ke kuni, zihlobo zam, Musani ukuboyika abo babulala umzimba, baze emva koko bangabi nanto yimbi bangayenzayo.

Uluka 12

Uluka 12:2-14