Uluka 12:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa enokuba konke enikuthethe emnyameni, kuya kuviwa emhlotsheni; nenikuthethe endlebeni emagumbini, kuya kumenyezwa phezu kwezindlu.

Uluka 12

Uluka 12:1-6