Uluka 11:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwathi, ekuzithetheni kwakhe ezi zinto, intokazi ethile yaliphakamisa izwi layo esihlweleni eso, yathi kuye, Sinoyolo isizalo esakubambayo, nambele owawanyáyo.

Uluka 11

Uluka 11:22-36