Uluka 11:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wandule ukuya kuthabatha abanye oomoya abasixhenxe abangendawo kunawo, bangene ke bahlale khona; lize ikamva laloo mntu libe libi kunesiqalo.

Uluka 11

Uluka 11:23-36