Uisaya 9:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba sizalélwe umntwana, sinikwé unyana; ukuthethela kusesixhantini sakhe; igama lakhe kuthiwa nguMmangaliso, nguMcebisi, nguThixo oligorha, nguSonini-nanini, nguMthetheli woxolo,

Uisaya 9

Uisaya 9:1-10