Uisaya 9:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba zonke izihlangu zabanyathela ngezihlangu ekungxoleni kokulwa, neengubo ezityikitywe emagazini, ezo ziya kutshiswa, zibe kukudla komlilo.

Uisaya 9

Uisaya 9:4-14