Uisaya 60:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amagobo akwaMidiyan nawakwaEfa, bonke bephela baya kuza bevela kwaShebha, bezisa igolide nentlaka emhlophe, beshumayela iindaba ezilungileyo zeendumiso zikaYehova.

Uisaya 60

Uisaya 60:1-14