Uisaya 60:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùya kwandula ukubona, ukhazimle, inkwantye yande intliziyo yakho; ngokuba iya kuguqulelwa kuwe intabalala yolwandle, ubutyebi beentlanga buya kuza kuwe.

Uisaya 60

Uisaya 60:1-13