Uisaya 54:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba injengonogumbe kaNowa le nto kum; oko ndafungayo ukuba amanzi kaNowa akasayi kuba sahamba phezu kwehlabathi, ngokunjalo ndifungile ukuba andiyi kuba naburhalarhume kuwe, ndingakukhalimeli.

Uisaya 54

Uisaya 54:1-12