Uisaya 54:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomkhukula woburhalarhume ndabusithelisa ubuso bam kuwe okwephanyazo; ndiya kuba nemfesane kuwe ngenceba engunaphakade; utsho uMkhululi wakho uYehova.

Uisaya 54

Uisaya 54:1-14