Uisaya 52:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku ke yintoni na enam apha, utsho uYehova, bethatyathwe ngelizé nje abantu bam? Abalawuli babo bayabhomboloza, utsho uYehova; igama lam lihlala ligitywa imini yonke.

Uisaya 52

Uisaya 52:1-6