Uisaya 52:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba itsho iNkosi uYehova ukuthi, Abantu bam behla baya eYiputa ekuqaleni, ukuba baphambukele khona; ke ama-Asiriya abacudisa kungekho sizathu.

Uisaya 52

Uisaya 52:1-7