Uisaya 50:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uyabona, INkosi uYehova iya kundinceda; ngubani na yena oya kundigweba? Yabona bonke bephela baya konakala njengengubo, amanundu aya kubadla.

Uisaya 50

Uisaya 50:1-11