Uisaya 50:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na kuni owoyika uYehova, ophulaphula izwi lomkhonzi wakhe? Ohamba emnyameni, kungabi mhlophe kuye, makakholose ngegama likaYehova, ayame kuThixo wakhe.

Uisaya 50

Uisaya 50:6-11