Uisaya 5:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

yasigaba, yawemba amatye, yasityala imidiliya yohlobo, yákha inyango phakathi kwaso, yaxhola kuso umkhombe wokukhongozela iwayini. Yalinda ukuba sivelise iidiliya ezizizo; ke sona savelisa iidiliya ezingezizo.

Uisaya 5

Uisaya 5:1-6