Uisaya 49:14-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Ke yathi iZiyon, UYehova undishiyile, iNkosi yandilibala.

15. Umfazi angàlulibala yini na usana lwakhe, ukuba angabi namfesane kunyana wesizalo sakhe? Nokuba oonina abo bathe balibala, andiyi kukulibala mna.

16. Ùyabona, ndikuvambile ezintendeni zezandla zam; iindonga zakho zihlala zimi phambi kwam.

Uisaya 49