Uisaya 49:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umfazi angàlulibala yini na usana lwakhe, ukuba angabi namfesane kunyana wesizalo sakhe? Nokuba oonina abo bathe balibala, andiyi kukulibala mna.

Uisaya 49

Uisaya 49:14-16