Uisaya 48:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova, umkhululi wakho, oyiNgcwele kaSirayeli, ukuthi, Mna Yehova, Thixo wakho, ndingokufundisa okungakuncedayo, ndikunyathelise ngendlela oya kuhamba ngayo.

Uisaya 48

Uisaya 48:12-22