Uisaya 48:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Sondelani kum, nive oku. Kwasekuqaleni andithethanga entsithelweni; kususela kwixesha lokwenzeka kwako oko, ndilapha; nangoku iNkosi uYehova indithumile, mna noMoya wayo.

Uisaya 48

Uisaya 48:10-21