Uisaya 44:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukunkwantya, ningajijitheki; andikuvisanga na kwanini, ndanixelela? Ningamangqina am. Kukho Thixo na, ingendim? Akukho liwa, andilazi mna.

Uisaya 44

Uisaya 44:1-18