Uisaya 44:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na oshumayela njengam — makaxele andicacisele — ethabathela ekumiseni kwam abantu basendaleni? Izinto ezizayo, neziza kubakho, mabazixele.

Uisaya 44

Uisaya 44:1-16