Uisaya 43:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku ke utsho uYehova, uMdali wakho, Yakobi, uMbumbi wakho, Sirayeli, ukuthi, Musa ukoyika; ngokuba ndikukhulule ngokukuhlawulela; ndikubizile ngegama lakho, ungowam.

Uisaya 43

Uisaya 43:1-7