Uisaya 42:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamphalazela ngobushushu bomsindo wakhe, nangamandla emfazwe; wamlenya ngomlilo ngeenxa zonke, àkakwazi noko; wamtshisa, noko akakunyamekela oko ngentliziyo.

Uisaya 42

Uisaya 42:23-25