Uisaya 40:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Buyoma utyani, iyabuna intyantyambo; ngokuba umoya kaYehova uvuthuza kuyo; inene, abantu babutyani.

Uisaya 40

Uisaya 40:4-15