Uisaya 40:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ilizwi lothile lathi, Memeza. Wathi yena, Ndimemeze ntoni na? Yithi, Yonke inyama ibutyani, bonke ubuhle bayo bunjengentyantyambo yasendle.

Uisaya 40

Uisaya 40:5-8