Uisaya 37:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weva kusithiwa ngoTiraka ukumkani wakwaKushi, Uphumile esiza kulwa nawe. Weva ke, wathumela abathunywa kuHezekiya esithi,

Uisaya 37

Uisaya 37:1-10