Uisaya 37:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Notsho kuHezekiya ukumkani wakwaYuda ukuthi, Makangakulukuhli uThixo wakho, okholose ngaye wena, usithi, Ayisayi kunikelwa iYerusalem esandleni sokumkani waseAsiriya.

Uisaya 37

Uisaya 37:2-11