Uisaya 37:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku nguwo lo umqondiso kuwe: lo mnyaka kodliwa ummilela, ngomnyaka wesibini kodliwa isihlabane; ngomnyaka wesithathu nohlwayela nivune, nityale izidiliya, nidle iziqhamo zazo.

Uisaya 37

Uisaya 37:27-36