Uisaya 37:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yokuguguma kwakho ngam, nangenxa yokutyesha kwakho okunyuke kweza ezindlebeni zam, ndiya kufaka ikhonkco lam empumlweni yakho, nomkhala wam emlonyeni wakho, ndikubuyise ngendlela oweza ngayo.

Uisaya 37

Uisaya 37:20-35