Uisaya 37:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akukuva oku ukumkani uHezekiya, wazikrazula iingubo zakhe wazigquma ngezirhwexayo, wangena endlwini kaYehova.

Uisaya 37

Uisaya 37:1-9