Uisaya 36:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Weza ke uEliyakim unyana kaHilekiya, umphathi wendlu, noShebhena umbhali, noYowa unyana ka-Asafu, umkhumbuzi wezinto zakomkhulu, kuHezekiya, bezikrazule iingubo zabo, bamxelela amazwi kaRabheshake.

Uisaya 36

Uisaya 36:13-22