Uisaya 35:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuyi kubakho ngonyama khona, aliyi kuqabela khona irhamncwa eliqwengayo; aliyi kufunyanwa khona; kuya kuhamba khona abakhululwé ngokuhlawulelwa;

Uisaya 35

Uisaya 35:8-10