Uisaya 35:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kubakho umendo khona, kubekho indlela, kuthiwe ukubizwa kwayo, yindlela engcwele le. Akuyi kudlula nto iyinqambi ngayo; yeyabo yona: abahamba loo ndlela — nabazizihula àbayi kulahleka kuyo.

Uisaya 35

Uisaya 35:1-10