Uisaya 31:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AmaYiputa angabantu, àkaThixo; amahashe awo ayinyama, àkamoya; ukuba uYehova angásolula isandla sakhe, wokhubeka umncedi, awe umncedwa, baphele kunye bonke.

Uisaya 31

Uisaya 31:1-7