Uisaya 31:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ulumkile ke naye; uya kuzisa ububi, angawabeki nxamnye amazwi akhe; uya kusukela phezulu kwindlu yabenzi bobubi, nakuncedo lwabasebenza ubutshinga.

Uisaya 31

Uisaya 31:1-7