Uisaya 29:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ekuboneni kwakhe, ekuboneni kwabantwana bakhe, isenzo sezandla zam phakathi kwabo, baya kulingcwalisa igama lam, bamngcwalise oyiNgcwele kaYakobi, bangcangcazele phambi koThixo kaSirayeli.

Uisaya 29

Uisaya 29:15-24