Uisaya 29:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko utsho uYehova kwindlu kaYakobi, lowo wamkhululayo uAbraham, ukuthi, Ngoku uYakobi akayi kudana, ngoku ubuso bakhe abuyi kuba luthuthu.

Uisaya 29

Uisaya 29:15-24