Uisaya 29:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yeha, Ariyeli,* Ariyeli, mzi awamisa intente kuwo uDavide! Yongezelelani umnyaka kumnyaka; mayizunguleze imithendeleko.

2. Ndiya kuyicutha ke iAriyeli, kubekho ukuncwina noncwino, ibe njengeAriyeli ke leyo kum.

Uisaya 29