Uisaya 30:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yeha ke, abantwana abaziinjubaqa, utsho uYehova; abenza iqhinga elingaphumi kum, bathelelane ngothelelwano kungengaMoya wam, ukuze bongeze isono kwisono;

Uisaya 30

Uisaya 30:1-9