Uisaya 25:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Njengokubalela emqwebedwini, udambisé ingxolo yabasemzini; njengokudanjiswa kokubalela lithunzi lelifu, yathotywa ngokunjalo ingoma yabangcangcazelisayo.

Uisaya 25

Uisaya 25:1-6