Uisaya 25:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba waba ligwiba kwisisweli, igwiba kwihlwempu ekubandezelweni kwalo, ihlathi esiphangweni, umthunzi lakubalela, xa ukufutha kwabangcangcazelisayo kwaba njengesiphango eludongeni.

Uisaya 25

Uisaya 25:1-6