Uisaya 22:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Isihlabo esisingisele kumfula wombono.Ùkholose ngantoni na kaloku, le nto unyukileyo waya phezu kwezindlu wonke uphela?

2. Wena uzeleyo kukungxola, wena mzi uxokozelayo, wena nqaba ivuyelelayo; ababuleweyo bakho ababulawanga likrele, abafanga yimfazwe.

Uisaya 22